25 Uya kugxothwa ebantwini, uhlale nezilo zasendle,+ udliswe utyani njengeenkunzi zeenkomo;+ uya kuwa phezu kwakho umbethe wamazulu, kudlule amaxesha asixhenxe+ phezu kwakho, ude wazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu,+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika.+