IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 “Ngubani na, ke ngoko, lo Kumkani uzukileyo?”+

      “NguYehova owomeleleyo nonamandla,+

      UYehova onamandla edabini.”+

  • INdumiso 99:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Kwaye ngamandla kakumkani uthande umgwebo.+

      Wena ukumisele ngokuqinileyo oko kuthe tye.+

      Wenze umgwebo nobulungisa kwaYakobi.+

  • Yeremiya 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share