1 Samuweli 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uDavide, wathi: “Ibikukuze nje ndidane ngokupheleleyo ukufane ndilinde yonk’ into yalo mfo entlango yaye akukhange kulahleke nanye into kuko konke okwakhe,+ ukanti yena undibuyekeza ngobubi esikhundleni sokulungileyo.+ INdumiso 35:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Okulungileyo bandivuza ngokubi,+Bexhwalekisa umphefumlo wam.+ Yeremiya 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngaba ububi bufanele bubuyekezwe ngokulungileyo?+ Kuba bawumbele umhadi umphefumlo wam.+ Khumbula ukuma kwam phambi kwakho ukuze uthethe okulungileyo ngokuphathelele bona, ukuze ubuyise umsindo wakho kubo.+
21 Ke yena uDavide, wathi: “Ibikukuze nje ndidane ngokupheleleyo ukufane ndilinde yonk’ into yalo mfo entlango yaye akukhange kulahleke nanye into kuko konke okwakhe,+ ukanti yena undibuyekeza ngobubi esikhundleni sokulungileyo.+
20 Ngaba ububi bufanele bubuyekezwe ngokulungileyo?+ Kuba bawumbele umhadi umphefumlo wam.+ Khumbula ukuma kwam phambi kwakho ukuze uthethe okulungileyo ngokuphathelele bona, ukuze ubuyise umsindo wakho kubo.+