INdumiso 106:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wayesele eza kuthi mababhujiswe,+Ukuba kwakungekho ngenxa kaMoses onyuliweyo wakhe,Owema ethubeni phambi kwakhe,+Ukuze ubuye umsindo wakhe, angabonakalisi.+ Hezekile 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye.
23 Wayesele eza kuthi mababhujiswe,+Ukuba kwakungekho ngenxa kaMoses onyuliweyo wakhe,Owema ethubeni phambi kwakhe,+Ukuze ubuye umsindo wakhe, angabonakalisi.+
30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye.