INdumiso 42:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+
11 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?+Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+