INdumiso 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+
5 Kutheni na uphelelwe lithemba, mphefumlo wam,+Yaye kutheni na uxokozela ngaphakathi kum?Lindela kuThixo,+Kuba ndisaya kumbonga njengosindiso oluzukileyo lwam siqu nanjengoThixo wam.+