ISityhilelo 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+ ISityhilelo 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ndabona irhamncwa+ nookumkani+ bomhlaba nemikhosi yabo behlanganisene ndawonye ukuba benze imfazwe+ nalowo uhleli ehasheni+ kunye nomkhosi wakhe.
14 Baya kulwa neMvana,+ kodwa, ngenxa yokuba iyiNkosi yeenkosi noKumkani wookumkani,+ iMvana iya kuboyisa.+ Ngokunjalo, nabo babiziweyo nabanyuliweyo nabathembekileyo abakunye nayo baya koyisa nabo.”+
19 Yaye ndabona irhamncwa+ nookumkani+ bomhlaba nemikhosi yabo behlanganisene ndawonye ukuba benze imfazwe+ nalowo uhleli ehasheni+ kunye nomkhosi wakhe.