Yoshuwa 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye aqhubeka athi kuYoshuwa: “UYehova ulinikele esandleni sethu lonke ilizwe.+ Ngenxa yoko bonke abemi belizwe elo batyhafe iintliziyo ngenxa yethu.”+ Amosi 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 INkosi enguMongami, uYehova wemikhosi, inguLowo uchukumisa ilizwe, linyibilike;+ nabo bonke abemi balo kuya kufuneka bazile;+ kwaye ngokuqinisekileyo liya kunyuka njengomNayile, xa lilonke, liwuthe njengomNayile waseYiputa.+
24 Yaye aqhubeka athi kuYoshuwa: “UYehova ulinikele esandleni sethu lonke ilizwe.+ Ngenxa yoko bonke abemi belizwe elo batyhafe iintliziyo ngenxa yethu.”+
5 INkosi enguMongami, uYehova wemikhosi, inguLowo uchukumisa ilizwe, linyibilike;+ nabo bonke abemi balo kuya kufuneka bazile;+ kwaye ngokuqinisekileyo liya kunyuka njengomNayile, xa lilonke, liwuthe njengomNayile waseYiputa.+