Eksodus 23:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ndowumisa umda wakho uthabathele kuLwandle Olubomvu use kulwandle lwamaFilisti, uthabathele entlango use kuwo uMlambo;+ kuba ndobanikela esandleni sakho abemi belo lizwe, ubagxothe ngokuqinisekileyo phambi kwakho.+ Yoshuwa 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kuYoshuwa: “Uyabona, ndiyinikele esandleni sakho iYeriko nokumkani wayo, amadoda anamandla nangamakroti.+ Yoshuwa 21:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+ Nehemiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+
31 “Ndowumisa umda wakho uthabathele kuLwandle Olubomvu use kulwandle lwamaFilisti, uthabathele entlango use kuwo uMlambo;+ kuba ndobanikela esandleni sakho abemi belo lizwe, ubagxothe ngokuqinisekileyo phambi kwakho.+
2 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kuYoshuwa: “Uyabona, ndiyinikele esandleni sakho iYeriko nokumkani wayo, amadoda anamandla nangamakroti.+
44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+
24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+