Ezra 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova. INdumiso 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Mvumeleni ingoma entsha;+Yenzani okusemandleni enu ngokudlala imirhubhe nenze nemikhwazo yovuyo.+
11 Yaye basabela ngokudumisa+ nokubulela kuYehova, “kuba ulungile,+ kuba ububele bakhe bothando kuSirayeli bobexesha elingenammiselo.”+ Bonke ke abantu, bakhwaza kakhulu+ bedumisa uYehova ekubekweni kwesiseko sendlu kaYehova.