Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Malaki 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova. Nina nithe: “Usithande ngayiphi na indlela?”+ “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndathanda uYakobi,+