Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ Duteronomi 10:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla. Isaya 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kodwa wena, Sirayeli, ungumkhonzi wam,+ wena, Yakobi, endimnyulileyo,+ mbewu ka-Abraham+ umhlobo wam;+ Roma 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Enyanisweni, ngokubhekisele kwiindaba ezilungileyo baziintshaba ngenxa yenu,+ kodwa ngokubhekisele ekunyuleni [kukaThixo] baziintanda ngenxa yookhokho babo.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+
15 UYehova wanamathela kookhokho bakho kuphela ukuba abathande, wanyula inzala yabo emva kwabo,+ nina aba, kunazo zonke ezinye izizwana, njengoko kusenjalo unanamhla.
8 “Kodwa wena, Sirayeli, ungumkhonzi wam,+ wena, Yakobi, endimnyulileyo,+ mbewu ka-Abraham+ umhlobo wam;+
28 Enyanisweni, ngokubhekisele kwiindaba ezilungileyo baziintshaba ngenxa yenu,+ kodwa ngokubhekisele ekunyuleni [kukaThixo] baziintanda ngenxa yookhokho babo.+