Eksodus 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+ Isaya 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye abantu baphazamisekile.+ Babanjwe yinimba nokuzibhijabhija; njengomfazi ozalayo baneentlungu zokubeleka.+ Bayajongana bethe manga. Ubuso babo bubuso bamalangatye.+ Daniyeli 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wothuka+ ukumkani, latsho laguquka nebala lolusu lwakhe, axengaxenga+ amalungu akhe kasikrotyana, namadolo abethabethana.+
15 Ngelo xesha ziya kuphazamiseka iinkosana zakwaEdom;Iingqwayingqwayi zakwaMowabhi, ziya kubanjwa kukungcangcazela.+Eneneni baya kutyhafa iintliziyo bonke abemi belakwaKanan.+
8 Yaye abantu baphazamisekile.+ Babanjwe yinimba nokuzibhijabhija; njengomfazi ozalayo baneentlungu zokubeleka.+ Bayajongana bethe manga. Ubuso babo bubuso bamalangatye.+
6 Wothuka+ ukumkani, latsho laguquka nebala lolusu lwakhe, axengaxenga+ amalungu akhe kasikrotyana, namadolo abethabethana.+