IMizekeliso 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+ Mateyu 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?
4 Izinto ezixabisekileyo aziyi kuba yingenelo ngemini yokuvutha komsindo,+ kodwa ubulungisa buya kuhlangula ekufeni.+
26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?