IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko uYehova wathi kuNowa: “Ngena, wena nayo yonke indlu yakho,+ emkhombeni, kuba nguwe endimbone elilungisa phambi kwam phakathi kwesi sizukulwana.+

  • IMizekeliso 12:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Busemendweni wobulungisa ubomi,+ nokuhamba emendweni wabo kuthetha ukungafi.+

  • IMizekeliso 14:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share