1 Samuweli 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waphendula ke uDowegi+ umEdom, ekubeni wayemiswe phezu kwabakhonzi bakaSawule, waza wathi: “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi kuAhimeleki+ unyana ka-Ahitubhi.+
9 Waphendula ke uDowegi+ umEdom, ekubeni wayemiswe phezu kwabakhonzi bakaSawule, waza wathi: “Ndambona unyana kaYese efika eNobhi kuAhimeleki+ unyana ka-Ahitubhi.+