1 Samuweli 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 (UAhiya unyana ka-Ahitubhi,+ umntakwabo Ikabhode,+ unyana kaFinehasi,+ unyana kaEli,+ umbingeleli kaYehova waseShilo,+ wayethwele iefodi.)+ Abantu bona babengazi ukuba uYonatan uhambile. 1 Samuweli 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.
3 (UAhiya unyana ka-Ahitubhi,+ umntakwabo Ikabhode,+ unyana kaFinehasi,+ unyana kaEli,+ umbingeleli kaYehova waseShilo,+ wayethwele iefodi.)+ Abantu bona babengazi ukuba uYonatan uhambile.
20 Noko ke, unyana omnye ka-Ahimeleki unyana ka-Ahitubhi, ogama linguAbhiyatare,+ wasinda waza wabaleka wemka walandela uDavide.