1 Samuweli 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.
18 Ekugqibeleni ukumkani wathi kuDowegi:+ “Jika wena uze uhlasele aba bingeleli!” Ngoko nangoko uDowegi umEdom+ wajika waza wabahlasela ngokwakhe ababingeleli wabulala+ ngaloo mini amadoda angamashumi asibhozo anesihlanu athwala iefodi+ yelinen.