Genesis 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama laso yiBhabheli,+ kuba uYehova waluduba khona apho ulwimi lomhlaba wonke, waza wabachithachitha+ kwalapho uYehova emhlabeni wonke. 2 Samuweli 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!” 2 Samuweli 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi ke uHushayi kuAbhisalom: “Icebo acebise lona uAhitofele alilungile okwangoku!”+
9 Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama laso yiBhabheli,+ kuba uYehova waluduba khona apho ulwimi lomhlaba wonke, waza wabachithachitha+ kwalapho uYehova emhlabeni wonke.
31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!”