1 Samuweli 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza uDavide wawathabathela entliziyweni yakhe la mazwi, woyika+ ke kakhulu ngenxa ka-Akishe ukumkani waseGati. INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+
12 Waza uDavide wawathabathela entliziyweni yakhe la mazwi, woyika+ ke kakhulu ngenxa ka-Akishe ukumkani waseGati.
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+