IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Kuba emlonyeni wabo akukho nto kunokukholoswa ngayo;+

      Umbilini wabo yinkxwaleko ngokwenene.+

      Umqala wabo yindawo yokungcwaba evulekileyo;+

      Basebenzisa ulwimi olugudileyo.+

  • INdumiso 28:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Musa ukunditsala kunye nabantu abangendawo nabo baqhelisela oko kwenzakalisayo,+

      Abo bathetha uxolo namaqabane abo+ kodwa ezintliziyweni zabo kukho okubi.+

  • INdumiso 55:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Agude ngakumbi kunebhotolo amazwi omlomo wakhe,+

      Kodwa intliziyo yakhe ityekele ekulweni.+

      Amazwi akhe athambe ngakumbi kuneoli,+

      Kodwa angamakrele arholiweyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share