IMizekeliso 29:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Indoda eyomeleleyo ekhohlisa iqabane layo+ yaneka umnatha emanyathelweni ayo.+ 1 Tesalonika 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina! Yakobi 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!
5 Enyanisweni, (niyazi nani ukuba) asizanga kuni ngentetho yokunkwalambisa,+ okanye ngembonakalo yobuxoki+ yenkanuko,+ uThixo ulingqina!
5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!