2 Samuweli 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!” INdumiso 60:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Sinike uncedo ekubandezelekeni,+Ekubeni usindiso lomntu wasemhlabeni lungento yanto.+ Roma 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+
31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!”
4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+