IMizekeliso 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Oqhatha osweleyo uyamngcikiva uMenzi wakhe,+ kodwa obabala ihlwempu uyamzukisa.+ Isaya 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+
12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+