Mateyu 19:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela, hamba uye kuthengisa impahla yakho uze unike amahlwempu yaye uya kuba nobuncwane ezulwini,+ uze ube ngumlandeli wam.”+ Luka 18:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Yaye ngephanyazo wabuya wabona,+ waza wamlandela, ezukisa uThixo.+ Bonke abantu, bakukubona oku, bamdumisa uThixo.
21 UYesu wathi kuye: “Ukuba ufuna ukugqibelela, hamba uye kuthengisa impahla yakho uze unike amahlwempu yaye uya kuba nobuncwane ezulwini,+ uze ube ngumlandeli wam.”+
43 Yaye ngephanyazo wabuya wabona,+ waza wamlandela, ezukisa uThixo.+ Bonke abantu, bakukubona oku, bamdumisa uThixo.