INdumiso 35:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuphakama amangqina anogonyamelo;+Andibuza oko ndingakwaziyo.+ Daniyeli 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke amagosa aphakamileyo namabamba azama ukufumana isizathu sokumbek’ ibala uDaniyeli ngokuphathelele ubukumkani;+ kodwa awafumananga nakunye ukunganyaniseki nokungakhathali kuye, kuba wayethembekile.+
4 Ngoko ke amagosa aphakamileyo namabamba azama ukufumana isizathu sokumbek’ ibala uDaniyeli ngokuphathelele ubukumkani;+ kodwa awafumananga nakunye ukunganyaniseki nokungakhathali kuye, kuba wayethembekile.+