INdumiso 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba emlonyeni wabo akukho nto kunokukholoswa ngayo;+Umbilini wabo yinkxwaleko ngokwenene.+Umqala wabo yindawo yokungcwaba evulekileyo;+Basebenzisa ulwimi olugudileyo.+ Yeremiya 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Intliziyo inenkohliso kunayo nantoni na yaye iyatyhudisa.+ Ngubani na onokuyazi?
9 Kuba emlonyeni wabo akukho nto kunokukholoswa ngayo;+Umbilini wabo yinkxwaleko ngokwenene.+Umqala wabo yindawo yokungcwaba evulekileyo;+Basebenzisa ulwimi olugudileyo.+