IMizekeliso 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umlomo wesiyatha uyasitshabalalisa,+ yaye imilebe yaso ingumgibe emphefumlweni waso.+ Luka 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wathi kulo, ‘Ndikugweba ngokuphuma emlonyeni wakho,+ khobokandini elingendawo. Ubusazi, andibi kunjalo, ukuba ndingumntu ongqwabalala, ndithabatha oko bendingakubekanga yaye ndivuna oko bendingakuhlwayelanga?+
22 Wathi kulo, ‘Ndikugweba ngokuphuma emlonyeni wakho,+ khobokandini elingendawo. Ubusazi, andibi kunjalo, ukuba ndingumntu ongqwabalala, ndithabatha oko bendingakubekanga yaye ndivuna oko bendingakuhlwayelanga?+