INdumiso 66:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yithini kuThixo: “Hayi indlela eyoyikeka ngayo imisebenzi yakho!+Ngenxa yobuninzi bamandla akho iintshaba zakho ziya kuza kuwe zikhokhoba.+ Zefaniya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+
3 Yithini kuThixo: “Hayi indlela eyoyikeka ngayo imisebenzi yakho!+Ngenxa yobuninzi bamandla akho iintshaba zakho ziya kuza kuwe zikhokhoba.+
11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+