Eksodus 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+ INdumiso 76:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uya kuwuthoba umoya weenkokeli;+Uyoyikeka kookumkani bomhlaba.+ Isaya 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye abantu baya kungena emiqolombeni yamawa nasemingxunyeni yothuli ngenxa yokunkwantyisa kukaYehova nokongama kwakhe okunobungangamsha,+ ekuphakameni kwakhe ukuze umhlaba wothuke.+ Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+
19 Yaye abantu baya kungena emiqolombeni yamawa nasemingxunyeni yothuli ngenxa yokunkwantyisa kukaYehova nokongama kwakhe okunobungangamsha,+ ekuphakameni kwakhe ukuze umhlaba wothuke.+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+