Yobhi 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yazini, ke ngoko, ukuba uThixo undilahlekisile,Yaye undivingcele ngomnatha wakhe wokuzingela.+ Hoseya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+
12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+