Eksodus 19:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wathi uMoses kuYehova: “Abantu abanakunyuka baye eNtabeni yeSinayi, kuba sele usilumkisile, wathi, ‘Yimisele imida intaba uze uyingcwalise.’”+
23 Wathi uMoses kuYehova: “Abantu abanakunyuka baye eNtabeni yeSinayi, kuba sele usilumkisile, wathi, ‘Yimisele imida intaba uze uyingcwalise.’”+