INdumiso 35:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+ Luka 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Isihlandlo sesithathu wathi kubo: “Ngoba, yintoni embi ayenzileyo lo mntu? Andifumananga nto ingabangela ukuba afe; Ngoko ke ndiza kumbetha ndize ndimkhulule.”+ Yohane 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa oku kukuze lizalisekiswe ilizwi elibhaliweyo eMthethweni wabo elithi, ‘Bandithiya ngaphandle kwesizathu.’+
19 Owu ngamana abo baziintshaba zam ngaphandle kwesizathu bangangabi nemihlali ngam;+Ke bona abo bandithiye ngaphandle kwesizathu, mabangaqobi iliso.+
22 Isihlandlo sesithathu wathi kubo: “Ngoba, yintoni embi ayenzileyo lo mntu? Andifumananga nto ingabangela ukuba afe; Ngoko ke ndiza kumbetha ndize ndimkhulule.”+
25 Kodwa oku kukuze lizalisekiswe ilizwi elibhaliweyo eMthethweni wabo elithi, ‘Bandithiya ngaphandle kwesizathu.’+