Numeri 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabeva uMoses abantu belila ngokweentsapho zabo, mntu ngamnye esesangweni lentente yakhe. Wavutha kakhulu umsindo kaYehova,+ kwakubi emehlweni kaMoses.+ 1 Korinte 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uThixo akazange akholiswe yinkoliseko yabo,+ kuba bathiwa waca+ entlango.
10 Wabeva uMoses abantu belila ngokweentsapho zabo, mntu ngamnye esesangweni lentente yakhe. Wavutha kakhulu umsindo kaYehova,+ kwakubi emehlweni kaMoses.+