Numeri 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku abantu baba njengabantu abakhalazela ububi ezindlebeni zikaYehova.+ Wathi akukuva oko uYehova, wavutha ngumsindo, wavutha nomlilo kaYehova waza watshisa abathile eziphelweni zenkampu.+ Duteronomi 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+ INdumiso 78:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kungenxa yoko uYehova wevayo waza wavutha ngumsindo;+Kwaza kwaphenjelwa uYakobi umlilo,+Kwehla umsindo phezu koSirayeli.+
11 Ke kaloku abantu baba njengabantu abakhalazela ububi ezindlebeni zikaYehova.+ Wathi akukuva oko uYehova, wavutha ngumsindo, wavutha nomlilo kaYehova waza watshisa abathile eziphelweni zenkampu.+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+
21 Kungenxa yoko uYehova wevayo waza wavutha ngumsindo;+Kwaza kwaphenjelwa uYakobi umlilo,+Kwehla umsindo phezu koSirayeli.+