Eksodus 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+ Eksodus 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wavuthela ngempefumlo yakho,+ lwabagubungela ulwandle;+Batshona njengelothe emanzini angangamsha.+ INdumiso 136:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
27 Wasolula ngoko nangoko uMoses isandla sakhe phezu kolwandle, lwaza ulwandle lwabuyela kwimeko yalo eqhelekileyo ekuzeni kokusa. Asaba kulo amaYiputa, kodwa uYehova wawavuthululela amaYiputa phakathi elwandle.+
10 Wavuthela ngempefumlo yakho,+ lwabagubungela ulwandle;+Batshona njengelothe emanzini angangamsha.+
15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+