19 Nomolokazana wakhe, umfazi kaFinehasi, wayemithi sele eza kuzala, yaye wayiva ingxelo yokuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ithinjiwe nokuba uyisezala nendoda yakhe bafile. Waguqa waza waqalisa ukuzala, ngenxa yokuba inimba yamfikela ngokungalindelekanga.+