1 Samuweli 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Saza isandla sikaYehova+ sanzima phezu kwama-Ashdode, yaye wabangela ukuphakuzela waza wayibetha ngezikhala,+ oko kukuthi, iAshdode nemimandla yayo.
6 Saza isandla sikaYehova+ sanzima phezu kwama-Ashdode, yaye wabangela ukuphakuzela waza wayibetha ngezikhala,+ oko kukuthi, iAshdode nemimandla yayo.