IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 khangela! isandla sikaYehova+ soba phezu kwemfuyo yakho+ esendle. Emahasheni, emaesileni, ezinkameleni, emhlambini weenkomo nasemhlambini wezimvu, kuya kubakho indyikitya yokufa enzima kakhulu.+

  • 1 Samuweli 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwathi ke emva kokuba beyijikile bayizisa apho, isandla sikaYehova+ saba phezu kwesixeko ngesiphithiphithi esikhulu kakhulu, yaye waqala ukubabetha abantu besixeko, ukususela kwabancinane ukusa kwabakhulu,+ baqala nokuphuma izikhala.

  • 1 Samuweli 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yoko athumela ahlanganisa zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Yindululeni ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ibe nokubuyela endaweni yayo nokuze ndingabulawa mna nabantu bakowethu.” Kuba kwakukho isiphithiphithi esibulalayo kuso isixeko siphela;+ isandla sikaTHIXO oyinyaniso sasinzima kakhulu apho,+

  • 1 Samuweli 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngaloo ndlela oyiswa amaFilisti, yaye akazange eze kwakhona kummandla wakwaSirayeli;+ nesandla sikaYehova saqhubeka sinxamnye namaFilisti yonke imihla kaSamuweli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share