IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 19:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Abantakwethu ubashenxisela kude nam,+

      Yaye abo bandaziyo bandilahlile.

  • Yobhi 19:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Onke amadoda akwiqela lamakholwane am ayandicekisa,+

      Yaye lawo ndandiwathanda andijikele.+

  • INdumiso 31:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kubo bonke abo babonisa ubutshaba kum+ ndilungcikivo,+

      Ndilulo kakhulu kubamelwane bam,+

      Ndilunkwantyiso kwabo bandiqhelileyo.+

      Xa bendibona ngaphandle, bandibalekile.+

  • INdumiso 142:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Khangela ngasekunene uze ubone

      Ukuba akukho bani unikela nayiphi na ingqalelo kum.+

      Indawo yam yokusabela itshabalele kum;+

      Akukho bani ubuzisayo ngomphefumlo wam.+

  • Luka 23:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Ngaphezu koko, bonke ababeqhelene naye babemele mgama.+ Kanjalo, nabafazi abamlandelayo ukususela eGalili, babemile bezibona ezi zinto.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share