INdumiso 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+Laluphele ngenxa yabo bonke abo babonakalisa ubutshaba kum.+ Mateyu 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+ Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ Luka 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam.+
7 Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+Laluphele ngenxa yabo bonke abo babonakalisa ubutshaba kum.+
22 Yaye niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam;+ kodwa lowo uye wanyamezela kwasa ekupheleni ngulowo oya kusindiswa.+
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+