1 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+ Yohane 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho.
2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+
6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho.