2 Samuweli 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam. INdumiso 119:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Ndibanjwe kukuvutha ngumsindo ngenxa yabangendawo,+Abawushiyayo umthetho wakho.+ Yeremiya 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uYehova wathi: “Kungenxa yokuwushiya kwabo umthetho wam endawunikelayo ukuba ube phambi kwabo, nangenxa yokuba bengalithobelanga ilizwi lam yaye bengahambanga ngalo,+
14 Mna ndiya kuba nguyise,+ yona ibe ngunyana wam.+ Xa ithe yenza ububi, ndiza kuyohlwaya ngentonga+ yabantu nangemivumbo yoonyana baka-Adam.
13 Yaye uYehova wathi: “Kungenxa yokuwushiya kwabo umthetho wam endawunikelayo ukuba ube phambi kwabo, nangenxa yokuba bengalithobelanga ilizwi lam yaye bengahambanga ngalo,+