IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 24:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 bambona uTHIXO kaSirayeli.+ Phantsi kweenyawo zakhe kwaye kungathi ngamatye athe tyaba esafire nanjengamazulu esulungekile.+

  • INdumiso 104:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 104 Mbonge uYehova, mphefumlo wam.+

      Owu Yehova Thixo wam, ungqineke umkhulu kakhulu.+

      Wambethe isidima nobungangamsha,+

  • Isaya 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+

  • Hezekile 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ndabona okuthile okubengezela+ njengomxube wegolide nesilivere, njengembonakalo yomlilo macala onke ngaphakathi apho,+ ukususela embonakalweni yesinqe ukwenyusa; ukususela embonakalweni yesinqe kuhle ndabona okuthile okwakubonakala njengomlilo, yaye wayeqaqambile macala onke.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share