IMizekeliso 3:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba umntu otenxayo+ uyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa ukusondelelana naye kokwabo bathe tye.+ IMizekeliso 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+ Zekariya 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Nazi izinto enifanele nizenze:+ Thethani inyaniso omnye nomnye.+ Gwebani emasangweni enu ngenyaniso nomgwebo woxolo.+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+ Kolose 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Musani ukuxokisana.+ Buhlubeni ubuntu obudala+ kunye noqheliselo lwabo,
19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+
16 “‘Nazi izinto enifanele nizenze:+ Thethani inyaniso omnye nomnye.+ Gwebani emasangweni enu ngenyaniso nomgwebo woxolo.+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+