IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Nize ningebi,+ ningakhohlisi,+ yaye ningaqhubani ngobuxoki nezinxulumani zenu.+

  • IMizekeliso 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngumlebe wenyaniso+ oya kumiselwa ngokuqinileyo ngonaphakade,+ kodwa ulwimi lobuxoki luya kuba lolwephanyazo.+

  • Yeremiya 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kwaye baqhubeka bekhohlisana ngamnye neqabane lakhe;+ yaye abathethi nyaniso konke konke. Bafundise ulwimi lwabo ukuthetha ubuxoki.+ Bazidinise nje ngokwenza ububi.+

  • Efese 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa njengoko sithetha inyaniso,+ masithi ngalo uthando sikhule+ ezintweni zonke kuye lowo uyintloko,+ uKristu.

  • Efese 4:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share