Genesis 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uThixo wamkhumbula+ uNowa nawo onke amarhamncwa nazo zonke izilwanyana zasekhaya ezazikunye naye emkhombeni,+ waza uThixo wabangela ukuba kudlule umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuwutha.+ INdumiso 65:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uthulisa ingxolo yeelwandle,+Ingxolo yamaza azo nengxokozelo yamaqela eentlanga.+
8 Emva koko uThixo wamkhumbula+ uNowa nawo onke amarhamncwa nazo zonke izilwanyana zasekhaya ezazikunye naye emkhombeni,+ waza uThixo wabangela ukuba kudlule umoya phezu komhlaba, aza amanzi aqalisa ukuwutha.+