INdumiso 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umthetho+ kaYehova ugqibelele,+ ubuyisa umphefumlo.+Isikhumbuzo+ sikaYehova sikholosekile,+ simenza abe nobulumko ongenamava.+ INdumiso 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukwenza ukuthanda kwakho, Thixo wam, kundiyolisile,+Nomthetho wakho ungaphakathi ezibilinini zam.+ Roma 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokwenene ndiyayoliswa+ ngumthetho kaThixo ngokomntu endinguye+ ngaphakathi, Yakobi 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.
7 Umthetho+ kaYehova ugqibelele,+ ubuyisa umphefumlo.+Isikhumbuzo+ sikaYehova sikholosekile,+ simenza abe nobulumko ongenamava.+
25 Kodwa umntu oqondela kumthetho ogqibeleleyo+ wenkululeko, nalowo uzingisayo kuwo, yena lowo, ngenxa yokuba uye, akaba ngovayo aze alibale, kodwa waba ngumenzi womsebenzi,+ uya kuba noyolo+ ekuwenzeni kwakhe.