INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+ INdumiso 69:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Mayiphanze inkampu yabo ebiyelwe ngodonga;+Ezintenteni zabo kungabikho uhlalayo.+ Mateyu 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko wawaphosa amaqhosha esilivere etempileni waza wemka, waya kuzixhoma.+ IZenzo 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+
18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.