Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+ Mateyu 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+ 2 Petros 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+
15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+